Le nkonzo yamazwi asixhenxe iqhutywe ngabeFundisi be Roodepoort Circuit. UMfundisi Nombulelo Mbewu useke le podcast ukuze isociety yaseFlorida ifumane iinkonzo ngexesha leCoronavirus. Ngako oko siphe i-email address yakho ukuba ufuna ukufumana ezinye iinkonzo. Kwakhona, tyelela ikhasi Spudcaster ukuze ubone ezinye ii podcasts.